0
Skip to Content
Music
Live
Media
About
Contact
Thando Skwatsha
Thando Skwatsha
Music
Live
Media
About
Contact
Thando Skwatsha
Thando Skwatsha
Music
Live
Media
About
Contact

isaziso Ndakhuliswa mna ekhaya bathi ndikhulile bathi ndikhulile, kodwa ndisengumntwana Ndandimamel umama ndimamel utata ndimamel umama naba base blekana Hauw ngask’ undibambe undibabambe undibonise laSis undibone undibonile Hawe ma undibambe undibambe undibonise seng’vum undibambe seng’khulile Undibona ndihamba nabangani undibona ndithandwa kanjena und’bona ndikhulile andivani nabanye abantu kak’bi Undibona ndihamba nabangani undibona ndiziphethe kanjena undibona ndivhana nabaphantsi ndim lo ndingumntu wabantu Celu mama andimamel umama andinmamel umama andimamele uyayazi ngoba Ndamxalela mna utata ndathi ndihloniphe cela andihloniphe uyayazi ngoba Hauw ngask’ undibambe undibabambe undibonise laSis undibone undibonile Hawe ma undibambe undibambe undibonise seng’vum undibambe seng’khulile Undibona ndihamba nabangani undibona ndithandwa kanjena und’bona ndikhulile andivani nabanye abantu kak’bi Undibona ndihamba nabangani undibona ndiziphethe kanjena undibona ndivhana nabaphantsi ndim lo ndingumntu wabantu Undibona ndihamba nabangani undibona ndithandwa kanjena und’bona ndikhulile andivani nabanye abantu kak’bi Undibona ndihamba nabangani undibona ndiziphethe kanjena undibona ndivhana nabaphantsi ndim lo ndingumntu wabantu

isaziso Ndakhuliswa mna ekhaya bathi ndikhulile bathi ndikhulile, kodwa ndisengumntwana Ndandimamel umama ndimamel utata ndimamel umama naba base blekana Hauw ngask’ undibambe undibabambe undibonise laSis undibone undibonile Hawe ma undibambe undibambe undibonise seng’vum undibambe seng’khulile Undibona ndihamba nabangani undibona ndithandwa kanjena und’bona ndikhulile andivani nabanye abantu kak’bi Undibona ndihamba nabangani undibona ndiziphethe kanjena undibona ndivhana nabaphantsi ndim lo ndingumntu wabantu Celu mama andimamel umama andinmamel umama andimamele uyayazi ngoba Ndamxalela mna utata ndathi ndihloniphe cela andihloniphe uyayazi ngoba Hauw ngask’ undibambe undibabambe undibonise laSis undibone undibonile Hawe ma undibambe undibambe undibonise seng’vum undibambe seng’khulile Undibona ndihamba nabangani undibona ndithandwa kanjena und’bona ndikhulile andivani nabanye abantu kak’bi Undibona ndihamba nabangani undibona ndiziphethe kanjena undibona ndivhana nabaphantsi ndim lo ndingumntu wabantu Undibona ndihamba nabangani undibona ndithandwa kanjena und’bona ndikhulile andivani nabanye abantu kak’bi Undibona ndihamba nabangani undibona ndiziphethe kanjena undibona ndivhana nabaphantsi ndim lo ndingumntu wabantu isaziso Ndakhuliswa mna ekhaya bathi ndikhulile bathi ndikhulile, kodwa ndisengumntwana Ndandimamel umama ndimamel utata ndimamel umama naba base blekana Hauw ngask’ undibambe undibabambe undibonise laSis undibone undibonile Hawe ma undibambe undibambe undibonise seng’vum undibambe seng’khulile Undibona ndihamba nabangani undibona ndithandwa kanjena und’bona ndikhulile andivani nabanye abantu kak’bi Undibona ndihamba nabangani undibona ndiziphethe kanjena undibona ndivhana nabaphantsi ndim lo ndingumntu wabantu Celu mama andimamel umama andinmamel umama andimamele uyayazi ngoba Ndamxalela mna utata ndathi ndihloniphe cela andihloniphe uyayazi ngoba Hauw ngask’ undibambe undibabambe undibonise laSis undibone undibonile Hawe ma undibambe undibambe undibonise seng’vum undibambe seng’khulile Undibona ndihamba nabangani undibona ndithandwa kanjena und’bona ndikhulile andivani nabanye abantu kak’bi Undibona ndihamba nabangani undibona ndiziphethe kanjena undibona ndivhana nabaphantsi ndim lo ndingumntu wabantu Undibona ndihamba nabangani undibona ndithandwa kanjena und’bona ndikhulile andivani nabanye abantu kak’bi Undibona ndihamba nabangani undibona ndiziphethe kanjena undibona ndivhana nabaphantsi ndim lo ndingumntu wabantu